Le nto ililifa yinto ezala izigigaba zoburhalarhume, izenzo ebezingalindelekanga kubantu abasondele kulo kanye. Liyingozi kulowo litsoliswe kuye. Libang'inzondo, umona, ububhada inkohlakalo embi kwabo baphosene nalo nabalizungulayo. Ngeliphandle uDelihlazo uzimisele ukubulala uZodwa nabo bonke abamthintelayo ngenxa yokuba ezungula ichele lelifa. This gripping novel shows how dangerous it can be to inherite money. Greed can make people resort to all kinds of acts, including murder. Read more to find out how Zodwa is saved from a brutal murder.